{"id":10309,"date":"2026-08-20T11:48:09","date_gmt":"2026-08-20T11:48:09","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/"},"modified":"2026-08-20T12:54:57","modified_gmt":"2026-08-20T12:54:57","slug":"mas-ichulukunyathela","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/","title":{"rendered":"Mas&#8217; ichul&#8217;ukunyathela"},"content":{"rendered":"<p>Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini  kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali, ukungalungi kwentlonti, ubuqhele-qhele bokonwabela ubutsha kubantwana. Umbhali uyayichaphazela imbali kananjalo namagugu eli loMzantsi Afrika. Eli bali lenzelwe ukuba lixhobise abafundi ngesiXhosa; ulwimi lutyebile kodwa aluntsokothanga kakhulu. Umbhali usebenzise ubuchule ukuze umfundi angakruquki kodwa imfundiso ikwakho, ngoko ke uyakuchul\u2019 ukunyathela. Velile is a young clever boy and, like any other boy of his age, he makes mistakes and faces many challenges while growing up. The well-behaved Velile is tempted to stray from his path by his peers, but overcomes the pressure by being true to himself and loyal to his parents and teachers. Through Velile, the author of this novel reinforces the steadfast and responsible values of honesty, honour and integrity.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali, [&hellip;]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[22,19],"product_tag":[],"class_list":["post-10309","product","type-product","status-publish","product_cat-education-reference","product_cat-school","pa_language-isixhosa","pa_publisher-oxford-university-press-southern-africa","first","instock","virtual","sold-individually","taxable","purchasable","product-type-simple"],"aioseo_notices":[],"aioseo_head":"\n\t\t<!-- All in One SEO 5.0.0.1 - aioseo.com -->\n\t<meta name=\"description\" content=\"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,\" \/>\n\t<meta name=\"robots\" content=\"max-image-preview:large\" \/>\n\t<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/\" \/>\n\t<meta name=\"generator\" content=\"All in One SEO (AIOSEO) 5.0.0.1\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:site_name\" content=\"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:title\" content=\"Mas\u2019 ichul\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:description\" content=\"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:secure_url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:published_time\" content=\"2026-08-20T11:48:09+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2026-08-20T12:54:57+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:site\" content=\"@Snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:title\" content=\"Mas\u2019 ichul\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:description\" content=\"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<script type=\"application\/ld+json\" class=\"aioseo-schema\">\n\t\t\t{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#breadcrumblist\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"position\":2,\"name\":\"School\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#listItem\",\"name\":\"Mas&#8217; ichul&#8217;ukunyathela\"},\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"name\":\"Home\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#listItem\",\"position\":3,\"name\":\"Mas&#8217; ichul&#8217;ukunyathela\",\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}}]},{\"@type\":\"ItemPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#itempage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/\",\"name\":\"Mas\\u2019 ichul\\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\"},\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#breadcrumblist\"},\"datePublished\":\"2026-08-20T11:48:09+00:00\",\"dateModified\":\"2026-08-20T12:54:57+00:00\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/3\\\/2025\\\/12\\\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#organizationLogo\",\"width\":914,\"height\":201},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/mas-ichulukunyathela\\\/#organizationLogo\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/snapplify\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/Snapplify\",\"https:\\\/\\\/www.instagram.com\\\/snapplify\\\/\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@SnapplifyViewer\",\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/snapplify\"]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\"}}]}\n\t\t<\/script>\n\t\t<!-- All in One SEO -->\n\n","aioseo_head_json":{"title":"Mas\u2019 ichul\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,","canonical_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/","robots":"max-image-preview:large","keywords":"","webmasterTools":{"miscellaneous":""},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#breadcrumblist","itemListElement":[{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","position":2,"name":"School","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#listItem","name":"Mas&#8217; ichul&#8217;ukunyathela"},"previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","name":"Home"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#listItem","position":3,"name":"Mas&#8217; ichul&#8217;ukunyathela","previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}}]},{"@type":"ItemPage","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#itempage","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/","name":"Mas\u2019 ichul\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,","inLanguage":"en-US","isPartOf":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website"},"breadcrumb":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#breadcrumblist"},"datePublished":"2026-08-20T11:48:09+00:00","dateModified":"2026-08-20T12:54:57+00:00"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","logo":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2025\/12\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#organizationLogo","width":914,"height":201},"image":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/#organizationLogo"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","https:\/\/x.com\/Snapplify","https:\/\/www.instagram.com\/snapplify\/","https:\/\/www.youtube.com\/@SnapplifyViewer","https:\/\/www.linkedin.com\/company\/snapplify"]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","inLanguage":"en-US","publisher":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization"}}]},"og:locale":"en_US","og:site_name":"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","og:type":"article","og:title":"Mas\u2019 ichul\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa","og:description":"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,","og:url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/","og:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","og:image:secure_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","article:published_time":"2026-08-20T11:48:09+00:00","article:modified_time":"2026-08-20T12:54:57+00:00","article:publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","twitter:card":"summary_large_image","twitter:site":"@Snapplify","twitter:title":"Mas\u2019 ichul\u2019ukunyathela - Book Buddy Snapplify South Africa","twitter:description":"Eli libali lenkwenkwana eselula nehlakaniphe kunene, egama layo linguVelile. Njengamntwana wonke unazo iziphoswana kodwa uyafunda kuzo ukuze angaziphindi. Bakho nabanye abalinganiswa abasetyenzisiweyo ukuphuhlisa ibali. Eli bali lingemiba echaphazela abantwana ekukhuleni kwabo ezilalini kananjalo nasezidolophini. Likwavelisa indlela abantwana abanokuzikhwebula ngayo kokungendawo nasekuhendweni. Umlinganiswa oyintloko uzotywe wangurhali-rhali ngokuziphatha. Imiba ephambili kweli bali iquka ukubaluleka kwenkxaso nothando lomzali,","twitter:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png"},"aioseo_meta_data":[],"aioseo_breadcrumb":"<div class=\"aioseo-breadcrumbs\"><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\" title=\"Home\">Home<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/\" title=\"School\">School<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\tMas\u2019 ichul\u2019ukunyathela\n\t\t<\/span><\/div>","aioseo_breadcrumb_json":[{"label":"Home","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za"},{"label":"School","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/"},{"label":"Mas&#8217; ichul&#8217;ukunyathela","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/mas-ichulukunyathela\/"}],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/10309","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=10309"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=10309"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=10309"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=10309"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}