{"id":10725,"date":"2026-08-20T12:31:28","date_gmt":"2026-08-20T12:31:28","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/"},"modified":"2026-08-20T12:31:29","modified_gmt":"2026-08-20T12:31:29","slug":"ubuhlobo-bukazazi-nolili","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/","title":{"rendered":"Ubuhlobo bukaZazi noLili"},"content":{"rendered":"<p>UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu esikolweni ngenxa yolusu lwakhe olwahlukileyo. Uhlala nonina kumatyotyombe angekho mgangathweni uphezulu. Uhlala ethwele umnqwazi yaye efake izibuko zamehlo. Le nto imenza ahlekwe nangakumbi esikolweni. Ingaba uZazi noLili baza kugqibela benze njani ukuze bathandwe yaye bamkelwe ngabanye abantwana? Ingaba uZazi uza kugqibela enabo abahlobo aza kubamema kwitheko lakhe lokuzalwa? Khawuzivele ngokwakho mlesi! Zazi is a bubbly, happy girl who loves life and people. There is only one thing that worries her and makes her sad &#8211; her chubby, plump body. No one wants to be her friend at school because of this. Another girl at the same school, Lili, is continuously teased and does not have friends because she is an albino. What will Zazi and Lili do in order to make friends and be accepted by all the children at school?<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu [&hellip;]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[22,19],"product_tag":[],"class_list":["post-10725","product","type-product","status-publish","product_cat-education-reference","product_cat-school","pa_language-isixhosa","pa_publisher-oxford-university-press-southern-africa","first","instock","virtual","sold-individually","taxable","purchasable","product-type-simple"],"aioseo_notices":[],"aioseo_head":"\n\t\t<!-- All in One SEO 5.0.0.1 - aioseo.com -->\n\t<meta name=\"description\" content=\"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu\" \/>\n\t<meta name=\"robots\" content=\"max-image-preview:large\" \/>\n\t<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/\" \/>\n\t<meta name=\"generator\" content=\"All in One SEO (AIOSEO) 5.0.0.1\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:site_name\" content=\"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:title\" content=\"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:description\" content=\"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:secure_url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:published_time\" content=\"2026-08-20T12:31:28+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2026-08-20T12:31:29+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:site\" content=\"@Snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:title\" content=\"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:description\" content=\"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<script type=\"application\/ld+json\" class=\"aioseo-schema\">\n\t\t\t{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#breadcrumblist\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"position\":2,\"name\":\"School\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#listItem\",\"name\":\"Ubuhlobo bukaZazi noLili\"},\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"name\":\"Home\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#listItem\",\"position\":3,\"name\":\"Ubuhlobo bukaZazi noLili\",\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}}]},{\"@type\":\"ItemPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#itempage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/\",\"name\":\"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \\u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\"},\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#breadcrumblist\"},\"datePublished\":\"2026-08-20T12:31:28+00:00\",\"dateModified\":\"2026-08-20T12:31:29+00:00\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/3\\\/2025\\\/12\\\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#organizationLogo\",\"width\":914,\"height\":201},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\\\/#organizationLogo\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/snapplify\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/Snapplify\",\"https:\\\/\\\/www.instagram.com\\\/snapplify\\\/\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@SnapplifyViewer\",\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/snapplify\"]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\"}}]}\n\t\t<\/script>\n\t\t<!-- All in One SEO -->\n\n","aioseo_head_json":{"title":"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu","canonical_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/","robots":"max-image-preview:large","keywords":"","webmasterTools":{"miscellaneous":""},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#breadcrumblist","itemListElement":[{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","position":2,"name":"School","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#listItem","name":"Ubuhlobo bukaZazi noLili"},"previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","name":"Home"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#listItem","position":3,"name":"Ubuhlobo bukaZazi noLili","previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}}]},{"@type":"ItemPage","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#itempage","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/","name":"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu","inLanguage":"en-US","isPartOf":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website"},"breadcrumb":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#breadcrumblist"},"datePublished":"2026-08-20T12:31:28+00:00","dateModified":"2026-08-20T12:31:29+00:00"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","logo":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2025\/12\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#organizationLogo","width":914,"height":201},"image":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/#organizationLogo"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","https:\/\/x.com\/Snapplify","https:\/\/www.instagram.com\/snapplify\/","https:\/\/www.youtube.com\/@SnapplifyViewer","https:\/\/www.linkedin.com\/company\/snapplify"]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","inLanguage":"en-US","publisher":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization"}}]},"og:locale":"en_US","og:site_name":"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","og:type":"article","og:title":"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa","og:description":"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu","og:url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/","og:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","og:image:secure_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","article:published_time":"2026-08-20T12:31:28+00:00","article:modified_time":"2026-08-20T12:31:29+00:00","article:publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","twitter:card":"summary_large_image","twitter:site":"@Snapplify","twitter:title":"Ubuhlobo bukaZazi noLili - Book Buddy Snapplify South Africa","twitter:description":"UZazi yintombazana ebuthandayo ubomi. Uthanda abantu yaye uhlala onwabile ngalo lonke ixesha. Kodwa kukhona le nto imhluphayo \u2013 umzimba wakhe. Into emvisa ubuhlungu kakhulu kukuhlala esisigculelo sentsini esikolweni. Akakho umfundi ofuna ukuba ngumhlobo wakhe, kangangokuba ugqibela engenaye umhlobo angammema ethekweni lakhe lokuzalwa. Kodwa ayinguye yedwa osisigculelo sentsini esikolweni. ULili yintombazana eyahlukileyo kwabanye abantwana. Ubizwa ngenkawu","twitter:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png"},"aioseo_meta_data":[],"aioseo_breadcrumb":"<div class=\"aioseo-breadcrumbs\"><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\" title=\"Home\">Home<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/\" title=\"School\">School<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\tUbuhlobo bukaZazi noLili\n\t\t<\/span><\/div>","aioseo_breadcrumb_json":[{"label":"Home","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za"},{"label":"School","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/"},{"label":"Ubuhlobo bukaZazi noLili","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/ubuhlobo-bukazazi-nolili\/"}],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/10725","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=10725"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=10725"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=10725"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=10725"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}