{"id":11058,"date":"2026-08-20T12:54:07","date_gmt":"2026-08-20T12:54:07","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/"},"modified":"2026-08-20T12:54:07","modified_gmt":"2026-08-20T12:54:07","slug":"buzani-kubawo","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/","title":{"rendered":"Buzani Kubawo"},"content":{"rendered":"<p>UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni ngaso linye phakathi komzali nomntwana. UNoMampondomise ugqiba ekubeni azisube umphemfumlo kuba engafuni kuphoxa abazali bakhe akuba ephoxwe nguGugulethu. Kulandela inyhikityha yokufa emva kwesi senzo. Zifundele ke mlesi uzivele.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni [&hellip;]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[22,19],"product_tag":[],"class_list":["post-11058","product","type-product","status-publish","product_cat-education-reference","product_cat-school","pa_language-isixhosa","pa_publisher-oxford-university-press-southern-africa","first","instock","virtual","sold-individually","taxable","purchasable","product-type-simple"],"aioseo_notices":[],"aioseo_head":"\n\t\t<!-- All in One SEO 5.0.0.1 - aioseo.com -->\n\t<meta name=\"description\" content=\"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni\" \/>\n\t<meta name=\"robots\" content=\"max-image-preview:large\" \/>\n\t<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/\" \/>\n\t<meta name=\"generator\" content=\"All in One SEO (AIOSEO) 5.0.0.1\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:site_name\" content=\"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:title\" content=\"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:description\" content=\"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:secure_url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:published_time\" content=\"2026-08-20T12:54:07+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2026-08-20T12:54:07+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:site\" content=\"@Snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:title\" content=\"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:description\" content=\"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<script type=\"application\/ld+json\" class=\"aioseo-schema\">\n\t\t\t{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#breadcrumblist\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"position\":2,\"name\":\"School\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#listItem\",\"name\":\"Buzani Kubawo\"},\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"name\":\"Home\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#listItem\",\"position\":3,\"name\":\"Buzani Kubawo\",\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}}]},{\"@type\":\"ItemPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#itempage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/\",\"name\":\"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\"},\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#breadcrumblist\"},\"datePublished\":\"2026-08-20T12:54:07+00:00\",\"dateModified\":\"2026-08-20T12:54:07+00:00\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/3\\\/2025\\\/12\\\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#organizationLogo\",\"width\":914,\"height\":201},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/buzani-kubawo\\\/#organizationLogo\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/snapplify\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/Snapplify\",\"https:\\\/\\\/www.instagram.com\\\/snapplify\\\/\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@SnapplifyViewer\",\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/snapplify\"]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\"}}]}\n\t\t<\/script>\n\t\t<!-- All in One SEO -->\n\n","aioseo_head_json":{"title":"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni","canonical_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/","robots":"max-image-preview:large","keywords":"","webmasterTools":{"miscellaneous":""},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#breadcrumblist","itemListElement":[{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","position":2,"name":"School","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#listItem","name":"Buzani Kubawo"},"previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","name":"Home"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#listItem","position":3,"name":"Buzani Kubawo","previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}}]},{"@type":"ItemPage","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#itempage","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/","name":"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni","inLanguage":"en-US","isPartOf":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website"},"breadcrumb":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#breadcrumblist"},"datePublished":"2026-08-20T12:54:07+00:00","dateModified":"2026-08-20T12:54:07+00:00"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","logo":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2025\/12\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#organizationLogo","width":914,"height":201},"image":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/#organizationLogo"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","https:\/\/x.com\/Snapplify","https:\/\/www.instagram.com\/snapplify\/","https:\/\/www.youtube.com\/@SnapplifyViewer","https:\/\/www.linkedin.com\/company\/snapplify"]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","inLanguage":"en-US","publisher":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization"}}]},"og:locale":"en_US","og:site_name":"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","og:type":"article","og:title":"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa","og:description":"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni","og:url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/","og:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","og:image:secure_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","article:published_time":"2026-08-20T12:54:07+00:00","article:modified_time":"2026-08-20T12:54:07+00:00","article:publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","twitter:card":"summary_large_image","twitter:site":"@Snapplify","twitter:title":"Buzani Kubawo - Book Buddy Snapplify South Africa","twitter:description":"UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni","twitter:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png"},"aioseo_meta_data":[],"aioseo_breadcrumb":"<div class=\"aioseo-breadcrumbs\"><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\" title=\"Home\">Home<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/\" title=\"School\">School<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\tBuzani Kubawo\n\t\t<\/span><\/div>","aioseo_breadcrumb_json":[{"label":"Home","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za"},{"label":"School","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/"},{"label":"Buzani Kubawo","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/buzani-kubawo\/"}],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/11058","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=11058"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=11058"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=11058"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=11058"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}