{"id":4105,"date":"2025-12-04T11:33:43","date_gmt":"2025-12-04T11:33:43","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isixhosa-ngumdiliya-grade-9-learners-book-library\/"},"modified":"2026-04-10T01:24:38","modified_gmt":"2026-04-10T01:24:38","slug":"isixhosa-ngumdiliya-grade-9-learners-book-library","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isixhosa-ngumdiliya-grade-9-learners-book-library\/","title":{"rendered":"Isixhosa Ngumdiliya Grade 9 Learner&#8217;s Book Library"},"content":{"rendered":"<p>Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: \u2022 Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. \u2022 lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. \u2022 Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. \u2022 Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. \u2022 lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. \u2022 Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. \u2022 lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. \u2022 Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. \u2022 Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. \u2022 lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: \u2022 Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. \u2022 lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. \u2022 Izifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. \u2022 Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo [&hellip;]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[22,23,19],"product_tag":[],"class_list":{"0":"post-4105","1":"product","2":"type-product","3":"status-publish","5":"product_cat-education-reference","6":"product_cat-language","7":"product_cat-school","8":"pa_contributors-z-konza","9":"pa_copyright-shuter-and-shooter-publishers","10":"pa_language-isixhosa","11":"pa_publisher-shuter-and-shooter-publishers","13":"first","14":"instock","15":"virtual","16":"sold-individually","17":"taxable","18":"purchasable","19":"product-type-simple"},"aioseo_notices":[],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/4105","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=4105"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=4105"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=4105"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=4105"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}