{"id":4175,"date":"2025-12-04T11:35:16","date_gmt":"2025-12-04T11:35:16","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/sichumile-isixhosa-grade-8-learners-books-library\/"},"modified":"2026-04-10T01:30:19","modified_gmt":"2026-04-10T01:30:19","slug":"sichumile-isixhosa-grade-8-learners-books-library","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/sichumile-isixhosa-grade-8-learners-books-library\/","title":{"rendered":"Sichumile Isixhosa Grade 8 Learner’s Books Library"},"content":{"rendered":"
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: n\u2022tUkuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga.n\u2022tlbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula.n\u2022tlzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.n\u2022tKukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso.n\u2022tlbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi.nZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: n\u2022tUkuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga.n\u2022tlbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula.n\u2022tlzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.n\u2022tKukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso.n\u2022tlbonakalisa unxibelelwano […]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[22,19],"product_tag":[],"class_list":{"0":"post-4175","1":"product","2":"type-product","3":"status-publish","5":"product_cat-education-reference","6":"product_cat-school","7":"pa_contributors-m-j-lekhehle","8":"pa_copyright-shuter-and-shooter-publishers","9":"pa_language-isixhosa","10":"pa_publisher-shuter-and-shooter-publishers","12":"first","13":"instock","14":"virtual","15":"sold-individually","16":"taxable","17":"purchasable","18":"product-type-simple"},"aioseo_notices":[],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/4175","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=4175"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=4175"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=4175"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=4175"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}