{"id":5895,"date":"2025-12-04T12:11:18","date_gmt":"2025-12-04T12:11:18","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/"},"modified":"2026-06-03T16:28:44","modified_gmt":"2026-06-03T16:28:44","slug":"umsinga-wothando","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/","title":{"rendered":"Umsinga Wothando"},"content":{"rendered":"<p>Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu iyakwenza ukuba ndiqhubeke ndinibhalela iincwadi ezikumila kunje. Ndibulela ngokungazenzisiyo kuWikus Van Zyl weUniversity of Johannesburg kunye noStembele Johnson ngokuqinisekisa ukuba eli linge lam lokuqala liyaphumelela.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu [&hellip;]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[145,22],"product_tag":[],"class_list":["post-5895","product","type-product","status-publish","product_cat-dramatic-arts","product_cat-education-reference","pa_contributors-phiwokuhle-phiwe-dekisile","pa_copyright-phiwokuhle-phiwe-dekisile","pa_language-english","pa_publisher-uj-press","first","instock","virtual","sold-individually","taxable","purchasable","product-type-simple"],"aioseo_notices":[],"aioseo_head":"\n\t\t<!-- All in One SEO 5.0.0.1 - aioseo.com -->\n\t<meta name=\"description\" content=\"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu\" \/>\n\t<meta name=\"robots\" content=\"max-image-preview:large\" \/>\n\t<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/\" \/>\n\t<meta name=\"generator\" content=\"All in One SEO (AIOSEO) 5.0.0.1\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:site_name\" content=\"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:title\" content=\"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:description\" content=\"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:secure_url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-12-04T12:11:18+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2026-06-03T16:28:44+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:site\" content=\"@Snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:title\" content=\"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:description\" content=\"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<script type=\"application\/ld+json\" class=\"aioseo-schema\">\n\t\t\t{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#breadcrumblist\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/education-reference\\\/#listItem\",\"name\":\"Education &amp; Reference\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/education-reference\\\/#listItem\",\"position\":2,\"name\":\"Education &amp; Reference\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/education-reference\\\/\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#listItem\",\"name\":\"Umsinga Wothando\"},\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"name\":\"Home\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#listItem\",\"position\":3,\"name\":\"Umsinga Wothando\",\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/education-reference\\\/#listItem\",\"name\":\"Education &amp; Reference\"}}]},{\"@type\":\"ItemPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#itempage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/\",\"name\":\"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\"},\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#breadcrumblist\"},\"datePublished\":\"2025-12-04T12:11:18+00:00\",\"dateModified\":\"2026-06-03T16:28:44+00:00\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/3\\\/2025\\\/12\\\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#organizationLogo\",\"width\":914,\"height\":201},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/umsinga-wothando\\\/#organizationLogo\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/snapplify\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/Snapplify\",\"https:\\\/\\\/www.instagram.com\\\/snapplify\\\/\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@SnapplifyViewer\",\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/snapplify\"]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\"}}]}\n\t\t<\/script>\n\t\t<!-- All in One SEO -->\n\n","aioseo_head_json":{"title":"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu","canonical_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/","robots":"max-image-preview:large","keywords":"","webmasterTools":{"miscellaneous":""},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#breadcrumblist","itemListElement":[{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/education-reference\/#listItem","name":"Education &amp; Reference"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/education-reference\/#listItem","position":2,"name":"Education &amp; Reference","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/education-reference\/","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#listItem","name":"Umsinga Wothando"},"previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","name":"Home"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#listItem","position":3,"name":"Umsinga Wothando","previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/education-reference\/#listItem","name":"Education &amp; Reference"}}]},{"@type":"ItemPage","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#itempage","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/","name":"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu","inLanguage":"en-US","isPartOf":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website"},"breadcrumb":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#breadcrumblist"},"datePublished":"2025-12-04T12:11:18+00:00","dateModified":"2026-06-03T16:28:44+00:00"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","logo":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2025\/12\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#organizationLogo","width":914,"height":201},"image":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/#organizationLogo"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","https:\/\/x.com\/Snapplify","https:\/\/www.instagram.com\/snapplify\/","https:\/\/www.youtube.com\/@SnapplifyViewer","https:\/\/www.linkedin.com\/company\/snapplify"]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","inLanguage":"en-US","publisher":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization"}}]},"og:locale":"en_US","og:site_name":"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","og:type":"article","og:title":"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa","og:description":"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu","og:url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/","og:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","og:image:secure_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","article:published_time":"2025-12-04T12:11:18+00:00","article:modified_time":"2026-06-03T16:28:44+00:00","article:publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","twitter:card":"summary_large_image","twitter:site":"@Snapplify","twitter:title":"Umsinga Wothando - Book Buddy Snapplify South Africa","twitter:description":"Le ncwadi ngumdlalo waseqongeni, olungiselelwe ukuba uluntu jikelele lufunde ukuba awunako ukuthintela uthando endleleni yalo. Lowo uthe wazama loo nto uya kurhaxwa kurhaxwe nabanye kwenzeke inyhikityha yokufa. Uthando lusekwa ngumdali hayi omnye umntu. Intliziyo ayiphakelwa bantu bakuthi awunako ukukhethela umntu ukuba makathande bani. NdinguPhiwokuhle Phiwe Dekisile ndicela nonwabele nanku umsebenzi wesandla sam sokhohlo, inkxaso yenu","twitter:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png"},"aioseo_meta_data":{"post_id":"5895","title":null,"description":null,"keywords":null,"keyphrases":null,"primary_term":null,"canonical_url":null,"og_title":null,"og_description":null,"og_object_type":"default","og_image_type":"default","og_image_url":null,"og_image_width":null,"og_image_height":null,"og_image_custom_url":null,"og_image_custom_fields":null,"og_video":null,"og_custom_url":null,"og_article_section":null,"og_article_tags":null,"twitter_use_og":false,"twitter_card":"default","twitter_image_type":"default","twitter_image_url":null,"twitter_image_custom_url":null,"twitter_image_custom_fields":null,"twitter_title":null,"twitter_description":null,"schema":{"blockGraphs":[],"customGraphs":[],"default":{"data":{"Article":[],"Course":[],"Dataset":[],"FAQPage":[],"Movie":[],"Person":[],"Product":[],"ProductReview":[],"Car":[],"Recipe":[],"Service":[],"SoftwareApplication":[],"WebPage":[]},"graphName":"","isEnabled":true},"graphs":[]},"schema_type":"default","schema_type_options":null,"pillar_content":false,"robots_default":true,"robots_noindex":false,"robots_noarchive":false,"robots_nosnippet":false,"robots_nofollow":false,"robots_noimageindex":false,"robots_noodp":false,"robots_notranslate":false,"robots_max_snippet":null,"robots_max_videopreview":null,"robots_max_imagepreview":"large","priority":null,"frequency":null,"local_seo":null,"breadcrumb_settings":null,"limit_modified_date":false,"ai":null,"created":"2026-02-12 15:00:25","updated":"2026-06-05 08:59:42","seo_analyzer_scan_date":null,"focus_keyword":null,"additional_keywords":null,"truseo_locale":null},"aioseo_breadcrumb":"<div class=\"aioseo-breadcrumbs\"><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\" title=\"Home\">Home<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/education-reference\/\" title=\"Education &amp; Reference\">Education &amp; Reference<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\tUmsinga Wothando\n\t\t<\/span><\/div>","aioseo_breadcrumb_json":[{"label":"Home","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za"},{"label":"Education &amp; Reference","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/education-reference\/"},{"label":"Umsinga Wothando","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/umsinga-wothando\/"}],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/5895","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5895"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=5895"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=5895"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=5895"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}