{"id":8902,"date":"2026-01-30T09:08:23","date_gmt":"2026-01-30T09:08:23","guid":{"rendered":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/"},"modified":"2026-07-10T12:58:29","modified_gmt":"2026-07-10T12:58:29","slug":"isichazimagama-sesayensi-neteknoloji","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/","title":{"rendered":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji"},"content":{"rendered":"<p>IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza ukufunda nokuqonda. Kukwafakwe amagama neekhonsepthi ezintsha eziya kwandisa ulwazi lwabafundi besayensi neteknoloji abanomdla kule nkalo. IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge, singasetyenziswa njengesichazimagama esisisalathisi-nkcazelo kwananjengesixhobo sokuhlaziya. Enye into eyongeziweyo efakiweyo yimixholo emifutshane enemifanekiso yezihloko ezinika umdla zesayensi okanye zeteknoloji kunobumba ngamnye wealfabhethi. Kukwafakwe nesalathisi-nkcazelo sesigama sesiXhosa, esilandelelaniswe ngokwealfabethi esihambelana nesigama sesiNgesi ecaleni kwaso, kwaye siya kuphucula amava abafundi abalwimi lwabo lweenkobe lusisiXhosa.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza [&hellip;]<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"template":"","meta":[],"product_brand":[],"product_cat":[22,19],"product_tag":[],"class_list":["post-8902","product","type-product","status-publish","product_cat-education-reference","product_cat-school","pa_contributors-sebolelo-mokapela-russell-kaschula-sirion-robertson","pa_copyright-cambridge-university-press-south-africa","pa_language-isixhosa","pa_publisher-cambridge-university-press-south-africa","first","instock","virtual","sold-individually","taxable","purchasable","product-type-simple"],"aioseo_notices":[],"aioseo_head":"\n\t\t<!-- All in One SEO 5.0.0.1 - aioseo.com -->\n\t<meta name=\"description\" content=\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza\" \/>\n\t<meta name=\"robots\" content=\"max-image-preview:large\" \/>\n\t<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/\" \/>\n\t<meta name=\"generator\" content=\"All in One SEO (AIOSEO) 5.0.0.1\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:site_name\" content=\"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:title\" content=\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:description\" content=\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:secure_url\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:published_time\" content=\"2026-01-30T09:08:23+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2026-07-10T12:58:29+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:publisher\" content=\"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:site\" content=\"@Snapplify\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:title\" content=\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:description\" content=\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:image\" content=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png\" \/>\n\t\t<script type=\"application\/ld+json\" class=\"aioseo-schema\">\n\t\t\t{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#breadcrumblist\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"position\":2,\"name\":\"School\",\"item\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#listItem\",\"name\":\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji\"},\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za#listItem\",\"name\":\"Home\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#listItem\",\"position\":3,\"name\":\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji\",\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product-category\\\/school\\\/#listItem\",\"name\":\"School\"}}]},{\"@type\":\"ItemPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#itempage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/\",\"name\":\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\\\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\"},\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#breadcrumblist\"},\"datePublished\":\"2026-01-30T09:08:23+00:00\",\"dateModified\":\"2026-07-10T12:58:29+00:00\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/3\\\/2025\\\/12\\\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#organizationLogo\",\"width\":914,\"height\":201},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/product\\\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\\\/#organizationLogo\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.facebook.com\\\/snapplify\",\"https:\\\/\\\/x.com\\\/Snapplify\",\"https:\\\/\\\/www.instagram.com\\\/snapplify\\\/\",\"https:\\\/\\\/www.youtube.com\\\/@SnapplifyViewer\",\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/snapplify\"]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/\",\"name\":\"Book Buddy Snapplify South Africa\",\"description\":\"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/bookbuddy.snapplify.ai\\\/za\\\/#organization\"}}]}\n\t\t<\/script>\n\t\t<!-- All in One SEO -->\n\n","aioseo_head_json":{"title":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza","canonical_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/","robots":"max-image-preview:large","keywords":"","webmasterTools":{"miscellaneous":""},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#breadcrumblist","itemListElement":[{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","position":2,"name":"School","item":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#listItem","name":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji"},"previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za#listItem","name":"Home"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#listItem","position":3,"name":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji","previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/#listItem","name":"School"}}]},{"@type":"ItemPage","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#itempage","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/","name":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa","description":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza","inLanguage":"en-US","isPartOf":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website"},"breadcrumb":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#breadcrumblist"},"datePublished":"2026-01-30T09:08:23+00:00","dateModified":"2026-07-10T12:58:29+00:00"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","logo":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2025\/12\/Snapplify-Book-Buddy-logo.png","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#organizationLogo","width":914,"height":201},"image":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/#organizationLogo"},"sameAs":["https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","https:\/\/x.com\/Snapplify","https:\/\/www.instagram.com\/snapplify\/","https:\/\/www.youtube.com\/@SnapplifyViewer","https:\/\/www.linkedin.com\/company\/snapplify"]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#website","url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/","name":"Book Buddy Snapplify South Africa","description":"Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","inLanguage":"en-US","publisher":{"@id":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/#organization"}}]},"og:locale":"en_US","og:site_name":"Book Buddy Snapplify South Africa - Book Buddy AI Retail and Subsciptions South Africa","og:type":"article","og:title":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa","og:description":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza","og:url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/","og:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","og:image:secure_url":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png","article:published_time":"2026-01-30T09:08:23+00:00","article:modified_time":"2026-07-10T12:58:29+00:00","article:publisher":"https:\/\/www.facebook.com\/snapplify","twitter:card":"summary_large_image","twitter:site":"@Snapplify","twitter:title":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji - Book Buddy Snapplify South Africa","twitter:description":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji sesiXhosa sakwaCambridge sisixhobo esisisalathisi-nkcazelo ukuxhasa abafundi bezikolo zamabanga aphezulu ukuze baziqonde ikhonsepthi zesayensi nezeteknoloji. Esi sisichazimagama esisebenzisa iilwimi ezimbini isiXhosa\/nesiNgesi, yaye sinaso sonke isigama esifunekayo kwinqanaba lamabanga aphakathi naphezulu kwikharityhula yesayensi neyeteknoloji kwaye sibhalwe ngolwimi olucacileyo nekulula ukuluqonda. Iinkcazelo zamagama kunye neekhonsepthi zesayensi nezeteknoloji zicacisiwe, kusetyenziswa imizekelo eqhelekileyo, imifanekiso, iidayagram neefothografu, ezikhuthaza","twitter:image":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-content\/uploads\/sites\/3\/2026\/04\/BB-ZA-1200x630px.png"},"aioseo_meta_data":{"post_id":"8902","title":null,"description":null,"keywords":null,"keyphrases":null,"primary_term":null,"canonical_url":null,"og_title":null,"og_description":null,"og_object_type":"default","og_image_type":"default","og_image_url":null,"og_image_width":null,"og_image_height":null,"og_image_custom_url":null,"og_image_custom_fields":null,"og_video":null,"og_custom_url":null,"og_article_section":null,"og_article_tags":null,"twitter_use_og":false,"twitter_card":"default","twitter_image_type":"default","twitter_image_url":null,"twitter_image_custom_url":null,"twitter_image_custom_fields":null,"twitter_title":null,"twitter_description":null,"schema":{"blockGraphs":[],"customGraphs":[],"default":{"data":{"Article":[],"Course":[],"Dataset":[],"FAQPage":[],"Movie":[],"Person":[],"Product":[],"ProductReview":[],"Car":[],"Recipe":[],"Service":[],"SoftwareApplication":[],"WebPage":[]},"graphName":"","isEnabled":true},"graphs":[]},"schema_type":"default","schema_type_options":null,"pillar_content":false,"robots_default":true,"robots_noindex":false,"robots_noarchive":false,"robots_nosnippet":false,"robots_nofollow":false,"robots_noimageindex":false,"robots_noodp":false,"robots_notranslate":false,"robots_max_snippet":null,"robots_max_videopreview":null,"robots_max_imagepreview":"large","priority":null,"frequency":null,"local_seo":null,"breadcrumb_settings":null,"limit_modified_date":false,"ai":null,"created":"2026-03-10 17:34:03","updated":"2026-07-12 03:22:09","seo_analyzer_scan_date":null,"focus_keyword":null,"additional_keywords":null,"truseo_locale":null},"aioseo_breadcrumb":"<div class=\"aioseo-breadcrumbs\"><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\" title=\"Home\">Home<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/\" title=\"School\">School<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\tIsiChazimagama seSayensi neTeknoloji\n\t\t<\/span><\/div>","aioseo_breadcrumb_json":[{"label":"Home","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za"},{"label":"School","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product-category\/school\/"},{"label":"IsiChazimagama seSayensi neTeknoloji","link":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/product\/isichazimagama-sesayensi-neteknoloji\/"}],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product\/8902","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product"}],"about":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/types\/product"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=8902"}],"wp:term":[{"taxonomy":"product_brand","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_brand?post=8902"},{"taxonomy":"product_cat","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_cat?post=8902"},{"taxonomy":"product_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/bookbuddy.snapplify.ai\/za\/wp-json\/wp\/v2\/product_tag?post=8902"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}