Sichumile Isixhosa Grade 9 Teacher’s Guide Lifetime License

R 108,57

Description

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: nÔÇótlzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye.nÔÇótlxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.nÔÇótlziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.nÔÇótlyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye.nÔÇótlkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.nÔÇótlyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala.nZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: nSichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 9n

Additional information

Authors NT Nakani, NT Ngxingo
Language isiXhosa
Publisher Shuter and Shooter Publishers
ISBN 9780796047649