Description
Le ncwadi yokufunda iqulunqwe ukuze iquke oku kulandelayo: n•tAmabali amafutshanen•tlmibongon•tlintsomin•tldramannlnemisetyenzana ekupheleni kwencwadi nelungiselelwe ukuze abafundi bakwazi ukuzikhangela ukuba ingaba baya kuqonda na oko bebefunda ngako kule ncwadi yokufunda.




