Description
Uthando yinto yabantu ababini.nLe ncwadi ibonisa ukunyamezelankothando lukaKhwezi kuChwayita.nIkwabonisa ukuba lowo uqhathayonunguKhulile akanamonde wothandonkuChwayita. unamaqhinga. kwayenukhohlakele ukhweleta ade azamenukubulala uKhwezi enqanda uthandonlwababini




