UFudo Olulumkileyo

R 40,00

Description

Kwilali encinane eNtshona Afrika, ufudo oludala olusisilumko olugama linguKofi lwaziwa ngobulumko nobubele. UKwame ufumana intsiba entle emhlabeni kwaye ufuna ukuyigcina, kodwa uyazi ukuba yeyenkosi yelali. Emva koko uKofi wabelana naye ngebali elingokubaluleka kokunyaniseka. Ngaba uKwame uya kuwaphulaphula amazwi obulumko kaKofi aze enze isigqibo esifanelekileyo?

Additional information

Authors Zibuyile Mkhize
Language isiXhosa
Publisher Verity Publishers
ISBN 9781928348511e