Ilofu enguMmangaliso

R 40,00

Description

Kudala dala, kwidolophu yakudala iMazutu, ubutyebi obuvela kuThixo baziswa kumngqibi olusizi owayehlala ecaleni kwendlela ngeLofu enguMmangaliso. Ibali elichukumisayo likaKula, umngqibi okhubazekileyo owayehlala ecaleni kwendlela okamva lakhe lazalisekiswa ngendlela emangalisayo engaphaya kwenkolelo, libaliswa ngokonwabisayo apha ngu Mama Afrika.

Additional information

Authors Diamond Adebowale
Language isiXhosa
Publisher Verity Publishers
ISBN 9781928348122e