Isixhosa Ngumdiliya Grade 7 Learner’s Book Library

R 93,58

Description

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: n•tUkuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga.n•tIbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula.n•tIzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.n•tKukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso.n•tIbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi.nnZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo:nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi Ibanga 7 nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda Ibanga 7 nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala Ibanga 7 n

Additional information

Authors M. Mdliva, N. Bokoloshe
Language isiXhosa
Publisher Shuter and Shooter Publishers
ISBN 9780796046222