Description
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: n┬À Izifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye. n┬À Ixhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe. n┬À Iziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela. n┬À Iyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. n┬À Ikwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo. n┬À Iyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala. nnZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi Ibanga 7 nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda Ibanga 7nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala Ibanga 7 nn┬À




