Isixhosa Ngumdiliya Grade 9 Teacher’s Guide Lifetime License

R 108,57

Description

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: nÔÇótIzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwis ifundo ngasinye.nÔÇótIxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwi injongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.nÔÇótIziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.nÔÇótIyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye.nÔÇótIkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.nÔÇótIyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala.nZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi lbanga 9 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda lbanga 9 nIsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala lbanga 9n

Additional information

Authors N. Bokoloshe, Z Konza
Language isiXhosa
Publisher Shuter and Shooter Publishers
ISBN 9780796046833