Nathi Singabantu Gr 11 (Isixhosa Hl) Drama (CAPS)

R 40,00

Description

Lo mdlalo umalunga nezimvo kunye namalungelo abantu abangayanga sikolweni nabanenkubazeko. Inkokeli yeqela lezopolitiko, uSikhulu uthi enze amanyundululu phantsi kwegama lobunkokeli. Uzama ukucima igama lomntwana wenkosikazi yakhe yokuqala, ngelixa inkosikazi yakhe yesibini uNokwakha izama ukweba umntwana kaSikhulu noNohenjisi (umfazi wokuqala). Yena uNokwakha akanabantwana. Kodwa ekugqibe- leni esi sibini sibethwa yingqondo yemveli yamaxhoba.

Additional information

Authors CS Hobongwana
Language isiXhosa
Publisher Vivlia Publishers
ISBN 9781430738848_1yr