Description
Funda isiNgesi / Learn isiXhosa. Esi sichazi-magama siza kunceda abafundi ukuba bakhulise ukufunda kwabo ngengqiqo, ukubhala kunye nesakhono sokuthetha isiNgesi nesiXhosa, nto leyo eza kubanceda baphumelele esikolweni. Kulula ukusisebenzisa isichazi-magama kwaye sesale mihla, futhi sixhasa abafundi kwezi zinto zingundoqo zilandelayo. / This dictionary will help learners develop effective reading, writing and speaking skills in English and isiXhosa, helping them to succeed at school. Modern and easy to use, it gives support in four key areas.




