Sichumile Isixhosa Grade 7 Teacher’s Guide Lifetime License

R 108,57

Description

Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: nÔÇótlzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso !we-CAPS kwisifundo ngasinye.nÔÇótlxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe.nÔÇótlziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela.nÔÇótlyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye. nÔÇótlkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo.nÔÇótlyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwadi katitshala.nnZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: nSichumile lsiXhosa lncwadi Vomfundi lbanga 7nSichumile lsiXhosa lncwadi Vokufunda lbanga 7 nSichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 7nn

Additional information

Authors
Language isiXhosa
Publisher Shuter and Shooter Publishers
ISBN 9780796047588