Umvemve

R 40,00

Description

Ukuphila ngokuzenzela yinto eyamkelekayo naphi na, kwaye kunegalelo nasekukhuleni kwesizwe. Kakade imbewu iqala ngokufa xa iza kumila. Kubenjalo nakuMseki ongoyena mlinganiswa uphambili ebalini. Ubomi abukhange bumsizele, koko yena uye wazisizela waqonda ukuba uya kuthi aze ahlume de amile azenzele ezilwela ke ebomini ngaloo ndlela. Kambe izinto nakuba zingakhange zityhambe kuye ezama ukuma njengabanye abantu elizweni, ude waba uyema ngxi, kwaye wayinto ebeyinqwenela ebomini.

Additional information

Authors F.P. Magqashela
Language isiXhosa
Publisher Cambridge University Press South Africa
ISBN 9781108159982