USIZWE: IGosa EliyiNtloko LeSigqeba

R 40,00

Description

Umntu ngamnye unendawo akufanele ayigcwalise ehlabathini. Xa yonke into yayibonakala iphelile ngoSizwe, wabonakalisa ukuba ukuzimisela, ukuziqeqesha kunye nomzamo zizithako eziyimfuneko zempumelelo. Ukuze abantwana baphuhle iimpawu eziphambili ezinjalo, kufuneka sibanike imizekelo ebukekayo. Yonwabele le ntsomi, ibaliswa kwakhona ngombono ofreshi ngu-Diamond Adebowale, ukuphembelela abantwana bafumane ubomi obunempumelelo ababufunayo.

Additional information

Authors Diamond Adebowale
Language isiXhosa
Publisher Verity Publishers
ISBN 9781928348559e