Vuleka mhlaba

R 40,00

Description

Vuleka mhlaba ndingene, kutsho umntu otshelwe zizicheku. Kule noveli umkhwambi onguJolela uzifumana ekuloo meko. Emva kokusinda ngezikaSibi etrongweni uBantu Zathu ubufumana ubomi bukrakra kunangaphambili. Umnwe otyholayo usalathe kuye de afumaneke oyena mbulali womkakhe uDora. Umbuzo obusoloko usemilebeni yabantu ukusukela kUnyana womntu uyaphenduleka kweli lixa. Imigudu kaBantu kunye noNoziqhamo yokusombulula esi sishiqi izala amathokazi. Umbhali usebenzisa ubuchule obungummangaliso ukubonda, ukuxovula, ukudidiyela nokuchanaba impixano ekweli bali.

Additional information

Authors N. Saule
Language isiXhosa
Publisher Cambridge University Press South Africa
ISBN 9781108159975