Zajik‘ Izinto (isiXhosa novel)

R 40,00

Description

Inokuba kutheni bethu uYalezwa eyifihlel’ iintonga emgqubeni intombi yakhe uRose malunga noyise engamaziyo? Usethamsanqeni uRose, kuba abahlobo bakhe bakumakhasi onxibelelwano bawa bevuka naye ukumxhasa kwisimo akuso. Izinto ingathi zimhambela kakuhle uRose kweleeNtlanzi ingakumbi esakuhlangana noSikhumbuzo okuluhlu lwabo bazigqatsele ubusodolophu, nothi amthembise ngokumtshata. Ukuba neqabane elifumileyo, elaziwayo, nelidala kuwe ngeminyaka akuyonto imbi! Kodwa izinto aziyiyo loo nto zijongeka ziyiyo.

Additional information

Authors
Language isiXhosa
Publisher Oxford University Press Southern Africa
ISBN 9780190745639